Unabantu bakho Thixo - Central District MCYU Umhlahlandlela 2024
Vuyo Mafeke Vuyo Mafeke
3.01K subscribers
6,076 views
77

 Published On Feb 27, 2024

Unabantu bakho, Thixo,
Ngamaxesha onke;
Ubagcina, ubanceda
Eendaweni zonke.

Bakuwela imilambo,
Uba nabo wena;
Bakutshiswa ngemililo,
Uba nabo wena.

Apho batshutshiswa khona
Bomelezwa nguwe;
Nasezingozini zonke,
Bayagcinwa nguwe.

Bakhangela kuwe, Nkosi,
Abo bantu bakho;
Babulela, bethembile,
Abo bantu bakho. Amen.

show more

Share/Embed